|
|
Report Child Abuse/images
childprotect@saps.org.za
National Firearms Call Centre
+27 12 353 6111
Police Emergency Nr
10111
|
|
|
Child Protection Week

Ukuzinikela kweNkonzo
yamaPolisa oMzantsi Afrika ebantwaneni
INkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika inenkathalo ngekamva
labantwana yaye izinikele-
-
ekunciphiseni ubugebenga obujoliswe ebantwaneni;
-
ekunciphiseni izenzo zobugebenga ezenziwa ngabantwana;
-
ukuxhasa iinkqubo zoluleko zabantwana
abazizaphuli-mthetho;
-
ukunika ingqalelo imibandela efana nokusetyenziswa
kweziyobisi nokuselwa kotywala ngabantwana;
-
ukuxhasa amaphulo athintela ukuba abantwana bangabi nako
ukufumana okanye ukufikelela kwimipu nanje ngoko imipu-
-
ukuxhasa amaphulo ajongene nemeko yabantwana
abangoodingindawo; kwa
-
nokukhuthaza abantwana ukuba bathabathe inxaxheba
kwizinto ezakhayo nje ngezemidlalo, ezenkcubeko neenkqubo ezineemfundiso.
Uluntu olukhathalayo
lukhusela abantwana
back to top |
|